kuphumelela kola phando kungekudaia.
USeipati onabantwana ababini -intombazana uThuli (t1) nenkwenkwe uNhlanhla (5) - akafunanga kuncokola ngendoda ancuma nayo, ubefuna ukuthetha ngecwecwe lakhe kuphela nangempumelelo yalo.
Eyona nto ibalulekileyo kum okwangoku Iicwecwe Iam elitsha. Singancokola ngezinye izinto ndakubona ukuba icwecwe lam
ukuze ube njeiigoSeipcifi
buhle: ucoca ubuso bokhe oze athombise isithombiso somzimba
umihambo:
unyawuzo ihhoyisikili engenamciviii, asebenzise nesitep nebhenishi ekhayo.
ukutya: akatyi nantoni nQ, akayityi kakhulu inyomo ebomvu okcinye istatshi - utyci inllonzi neziqhonio
ndingumntu ongaluthandiyo ulonwabo. Phofu ke yindlela endidafwe ngayo
leyo yaye andinakuzitshintsha. Mna ndikhule ndingenguye umntwana othanda ukuhamba izinto zolonwabo, ngaphandle kokuya ecaweni. Abazali bam babengqongqo ngoko mhlawumbi ndafunda kubo - kodwa ke ndiyazingca ngento endiyiyo, andizisoli. UMoya oNgcwele ongaphakathi kum undikhokele wandisindisa iminyaka emininzi yaye uThixo ndimbona engoyena mhfobo uthembekileyo umntu anokuthembela
ukanti uphinde abe ngumsasazi ochaza iinkqubo eziza kungena kuSABC2. Kwithemba lakhe lempumelelo emculweni kukho nengxaki yokuxakeka nesele imenze wathandazela ukuba afumane isikhokelo esiza kumnceda ngaphambi kokuba ashicilele icwecwe etitsha.
Nangona edlule kwiinzingo akhe wajamelana nazo ngaphambili, unyaka Kat997 usawubona kunguwona umphathe kakubi ebomini yaye unqwenela ukuba angaphindi ajameiane neengxaki owayenazo ngaloo nyaka. Wayefanele ashicilefe icwecwe lakhe ngaloo nyaka kodwa ukungavisisani kweeprodyusa kwenza ukuba azirhoxise zonke izicwangciso
zokushicilela.
Ndathi ndisazama ukugqithisa oko kuphoxeka, ndaphantse ndafa xa kwakuxhwifwa imoto yam. Kodwa kwathi ngenxa yobukhulu bukaThixo nokuphulaphula Kwakhe imithandazo yethu, imoto yam ayifumana amapolisa kungaphelanga nemizuzu engama-30. Ezo ziganeko zandisondeza nangakumbi kuThixo yaye zandenza ndamdumisa yonk imihla.
Xa besincokola naye eThekwini kutyelelo lwakhe otufutshane, uSeipati ubalisele IBONA ngokuba ngumkrestu ozelwe ngokutsha nangokuba yindwalutho kwakhe. Uthi ezo zinto zahluke gqitha yaye kunzima ukuphila ubomi bazo zombini kungekho zingxaki.
UThixo undiphathe kakuhle kwiminyaka edlulileyo yaye ukholo lwam tuye lusomefela ngokomelela. Kwakhona xa uyindwalutho kufuneka ube phambili kwinto yonke yaye uqinisekise ukuba awubi nekratshi. Kudala ndibandakanyeke kumabonakude nezolonwabo kodwa andikayilahli indleta endakhuliswa ngayo. Ndiyakholwa oko kubangelwa kukuba ndizalwa lusapho olumkhonzayo uThixo.
USeipati uthi ukhululekile njengokuba ngoku sele emdala yaye ehlala yedwa. Uthi ngoku ukhulile ngokomoya ngenxa yabazali bakhe, ingakumbi unina.
Abazali bam bandikhulisa kakuhle yaye ndineqhayiya ngaloo nto. Nangona utata engasekho umama useyingilosi endikhokeleyo. Ube ngumkhulisi nomhlobo kubantwana bakhe abathandathu .
Ndiyathanda ukuncokola ngelizwi likaThixo nomntu wonke, ukususela kumfundisi kuse kumrhamente ecaweni. Ndityelela onke amabandla ndizifumanele abahlobo kuwo.
Ndiyathanda ukuncokola ngeendaba ezimnandi. Kangangokuba abanye abantu bade bathi ndinguMama Moruti - uMama uMfundisi - kuba ndisoloko ndishumayela ilizwi HkaThixo apho ndikhoyo. Kwakhona ndingumntu osoloko enethemba nowucokisayo umsebenzi awenzayo. Ndiyakuthanda nokuziqwalasela izinto. Abantu ndibathanda njengoMother Theresa noPrincess Diana abangasekhoyo ababesoloko bezimisele ukunceda abantu abasokolayo nabahlelelekileyo, utshilo elokuqela.
liqhuba kakuhle. USeipati uthi ixesha elininzi
ulichitha ehleli ekhaya nabantwana bakhe xa engekho emsebenzini kwizitucliyo zakwaSABC.
Ndiyathanda ukuzihialela nosapho ndibukele imidlalo kamabonakude endiyithandayo njengokaLeon Schuster noMr Bean -ndinengqokelela yeevidiyo zakhe. Andizihambi iipati needisko yaye abahlobo bam abaninzi bancIibona
Andizihambi iipati mna!
- uSeipati uthi akakuthandi ukuya kwiindawo zolonwabo kwaye akazisoi ngaloo nto.




kuye.
USeipati ukhe wadlafa kwimidtalo kamabonakude efana nothi Mohiolohadi, othi Dick Sithole nothi Bahala(ele. Wenza neentengiso zikanomathotholo nezikamabonakude,
ikokhulu
BONA XHOSA - April 2000 29



K
 UNOKWENZEKA ucinga ukuba kusapho ngalunye ngumama ophethe ezekhaya. Nguye ogqiba ngokuba kuza kutyiwa ntoni aze enze
nesigqibo ngokuhombisa neminye
imisebenzi yekhaya nokosapho. Phofu ke
oku ngokwesithethe ngumsebenzi wakhe.
Andibi? Noko ungade uqinisekise.
UMnu Khumalo neqabane ahlala nalo uVirginia Mogoba, uzibone izinto ngokwahlukiieyo. UVirginia uthe zininzi izinto abafana ngazo, nenkwenkwezi yabo inye.
Okucingwa ngomnye kuye kufane nokomnye maxa wambi, sinokude sinqwenele ukutya into enye ukanti ngalo lonke elo xesha omnye uthe qelele komnye. Siyabelana ngesikucingayo nesikuthandayo
- xa seza kule flethi okokuqala sobabini asizange silithande ibala elikwiindonga, sayipeyinta.
UMaster akakuphikisi okuthethwe
liqabane lakhe kodwa uthe nguye owenza
isigqibo sokugqibela.
Uthe: lndoda iyintloko ize inkosikazi ibe yintamo. Thina maAfrika siqhuba njalo. Ayinakwenza izigqibo ezibalulekileyo endingazivumanga. Kwelinye icala, ngumsebenzi warri ukukhathalela iqabane Iam ndiqiniseke ukuba elikufunayo ndiyakuphumeza.
Asikuko ukuba ndilijongela phantsi.
Ndikuthembile elikwenzayo - yindlela nje
endikhuliswe ngayo.
Njengoninzi lwamadoda esithethe nawo. UMaster uvakalelwa kukuba imidlalo yoomabonakude ithanda ukuwalahlekisa amabhinqa.
lmidlalo kumabonakude yindlela yokuphila engathembekanga. Ukuba singayipeculula indlela uRidge noTaylor okanye uJohn noChristin abaphila ngayo indlela yethu yokuphila ingawela emaweni.
Uvirginia ubekhululekile xa kuziwa
kwizigqibo zokuphatha inursery school
yabantwana.
Njengomama uvirginia uyakwazi
okufanelekileyo, ukhawuleze watsho.
Mhlawumbi bendingenakuze ndibe nemigudu engako ekukhetheni indawo eyiyo, ukanti abasetyhini bayakwazi ukukhathala bekwazi nokulungela abantwana.
Eqhwab iso uvirgina uthe, ilisti yegrosa siyibhala sobabini ukuqiniseka ukuba wonke umntu wonwabile. Uyasithanda isonka esimdaka kanti mna ndithanda esimhlophe.
Uyavuma ukuba ngamanye amaxesha uzama ukuba uMaster ayibone ingongoma yakhe ukuze enze afuna kwenziwe. Kodwa ukumdla izithende yinto angakhethi ukuyenza.
Nqwa nokucenga, uncume watsho.
Kodwa uMaster nguye owenza isigqibo
sokugqibela: Endifuna uvirginia


Ngvbni OLAWU LAYO?
akukhumbule kukuba mna ndiyikumkani, yena uyikumkanikazi. Ukuba nje uyandihlonipha sinokuhlala sonwabile.


Kwikunle kwisendulo -Herbert
Yintloko enomlomo, hayi intamo. Ndim intloko - isithandwa sam siyintamo, uHerbert utshilo bukwekwa.
Yonk imele idlule kum nkqu naxa kuthethwa ngokuthenga isityalo - unqwal intloko ejonge koKuhle okumi ecaleni kwakhe.
Ndim owenza isigqibo sokugqibela kwaye le yindlela ekumele kuqhutywe ngayo. Kwakunje kwasendulo.
Kodwa xa kufika kwizinto eziqhelekileyo njengokuthenga igrosa uHerbert uqinisekile ngokuba isithandwa sakhe uMamato Molete uza kuthenga izinto azithandayo.
Kodwa oku kuvakala ngathi uMamato uzibangela abe libhetyebhetye lomntu, hayi ke yena uqinisekisa ngokuthi akunjalo.
Andimlandeli kuyo nantoni na. Xa isigqibo sakhe sinengqondo, siyasilandela. Ngamany amaxesha kuye kufuneke ndimbonise kakuhle ukuze izinto azenze ngendlela endiyifunayo.
5 iindlela zolwalamano oluphumelelayo
Kufanele nibe nothethathethwano ngemiba ethile kulwalamano lwenu utsho uThuli Bottoman ongunontlalo-ntle eFamily Life Centre. Nanga amacebiso aphambili okwenjenjalo ngokuphumelelayo:

1..	Ixesha:Thetha neqabane lakho xa linokusabela okuthembisayo, hayi xa linxilile, lidiniwe licaphukile.

2. Ithuba: Mnike ithuba umntu. Kukho abantu abanokukhawuleza basabele ukanti kukho abo bafuna ixesha ukuze basabele, Ioo mntu mnike ixesha elaneleyo.

3., Inkululeko: Kulo naluphi na
ulwalamano abantu ababandakanyekileyo kufuneka bakhululeke ekuthetheni indlela
abavakalelwa ngayo. Kufuneka ube rigumntu ozithembayo esi sisiseko solwalamano.

4.	Ukuzihlonipha: Abanye abantu kufuneka bazihloniphe kuqala phambi kokuba bafune ukuhlonitshwa ngabanye abantu. Ungabi ngumzekelo ombi kuba xa unjalo uzifaka engxakini.

5.	Ukuthembeka; Ungazenzi umntu ongenguye. Thembeka. Phuma egusheni, ungabeki imilinganiselo ongenakuze uphile
ngayo.
abahlukeneyo. Ungacingi ukuba nantoni na ayilindeleyo kumele uyenze, qiniseka ukuba phambi kokutshata uyazi ekumele akulindele kuwe?
Ulwatamano lungaoantu hayi umgangatho wemfundo, nemvelaphi yabo idlala indima ebalulekileyo, uvakalise oko uThuli.
lxesha lenguqu -
Nathaniei
tndoda ayinakwennza izigqibo iyodwa, utshilo uNathaniel Moreku. Uyavuma ukuba amadoda nabasetyhini bahlukile kodwa ugxininise wathi bahluke nje ngokomzimba.
lncoko yinkolelo anayo uNathaniel:
Aninakuze nibe nolwalamano lwethuba elide, nonwabe luze lube nentsingiselo xa ningancokoli.
UNatasha Sentso, osisinqanda mathe sakhe, akaphangeli ukhathalela oonyana babo ababini emini. Ukuze azinze kweli lungiselelo kube ngenxa yokuxoxa nokuvumelana nalo.
Undixhasile, ndikuthanda nokucinga ukuba nam ndingowakhe, utshilo uNathaniel. Asichithi xesha sixambulisani ngonobenani - sixoxa ngemiba ebaluleke kuthi.
UNatasha uyavuma ukuba ulwalamano lwabo alunazingxaki, lwakhiwe kwisiseko sokuhloniphana.
Xa ndixakiwe ukuba ndipheke ntoni, ndiyamfonela emsebenzi aze acebise. Ngelinye ixesha ukhe afak igxalaba xa omnye wabantwana bethu evuka ebusuku. Xa into ndingayithandi, ndiyamxelela naye wenjenjalo.
,	I	l	.f	l l.
I(utnetnem - Tnuii
lzibini ezithandanayo kufuneka zizibhaqe iinkathazo phambi kokuba zitshate, uvakalise oko uThuli Bottoman ongunontlalo-ntle eFamily Life Centre kumbindi wejohannesburg.
Cinga nje nobabini niya efilimini
- nixambulisana ngokuza kubukelwa. Ngubani ongavuma? Nifikelela njani kwisivumelwano? Ngaba omnye wenu usoloko elixhoba?
Le yimibuzo engajoliswe kuphela kwabasetyhini kuba akho amadoda angakhe abe nezwi kulwalamano lwawo, utshilo uThuli. Xa olibhinqa 32 BONA XHOSA - April 2000
efuna kwenziwe ngendlela athanda ngayo, uba nomsindo. Amanye amabhinqa ade angafuni tu indoda ibhaqe iindibano zesondo esebenzisa oko njengesixhobo sabo - ngaloo ndlela ke indoda iba lixhoba.
Xa izibini zinokufikelela kwisivumelwano nolwalamano lwazo lolwethuba elide, utshilo uThuli. Abasetyhini ubacebise wathi noko mabangade babangele amadoda angakwazi ukuphefumla.
Elumkisa uthi: Yiba ngulo mntu unguye kuba ningabantu ababini
khawutsho ezakho limbono
Ucingu ntoni WENA ngolwalamano oluphumeieiayo lwabantu abaihundunayo nezigqibo zingenziwci njuni entsatsheni?
Bhulela kule dilesi:
BONA/Couples Debaie, Box 32083, 1obeni, 40O.



lingxoxo phakathi kwamaxhwe!e, urhulumente noogqirha malunga nokunyangwa kweAlDS kudida abantu abaninzi baseMzantsi Afrika kodwa amagqirha amabini aseThekwini uLulu Ngubane noGcina Mshoks Mtshali basebenzisa abakuthethayo, bathi banokunyanga IAIDS ukanti nabaguli abeze kubo sebebone umahluko
I
 DUMASI lakhe linwenwe okomlilo wedobo kwaye ngoku abantu
abanentsholongwane yeAIDS
kwanabo sele ibahlasela sebethontelana emzini wakhe oseMlazi ngaseThekwini - bonke, benamathemba okuthenga iyeza kweli gqirha linguLulu Ngubane.
Unenkolo yokuba wahlukile kwamanye amagqirha athi anyanga abantu abanale ntsholongwana kuba yena sele iyeza lakhe Iisebenza. Uthi uncede abantu abaninzi ababulawa yile
Hayi abantu abapheli kwaNgubane beyokufuna amayeza akhe okunyanga i ntsholongwa ne yeAIDS abanye bathunyelwe kuye sisibhedlele

Unyngo IweNtshoIongwne yeAIDS
kubalisa uLINDA MANYONI
kufote uRAY ROBERTS
